Kambe ke yena ukumkani uSolomon uya kuthamsanqeleka, nesihlalo sikaDavide sohlala siluqilima phambi koNdikhoyo kude kube ngunaphakade.”