1 Yookumkani 2:36 Ibhayibhile (XHO96)

Waza ke ukumkani wathumela kuShimeyi wathi: “Zakhele indlu eJerusalem, uhlale kuyo, ungaze uphume khona uye naphi na.

1 Yookumkani 2

1 Yookumkani 2:31-46