1 Yookumkani 2:31 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani ke wathi kuBhenaya: “Yiya kuye, wenze njengokuthetha kwakhe. Mosele umngcwabe, ukuze mna nendlu kabawo sahlukane nobutyala ngegazi awaliphalazayo.

1 Yookumkani 2

1 Yookumkani 2:21-40