1 Yookumkani 2:28 Ibhayibhile (XHO96)

Akuziva ezi ndaba uJowabhi – kaloku naye wayekho kwiyelenqe lika-Adoniya, nangona wayengekho kwelika-Abhasalom – suka ke yena wabalekela *esibingelelweni sikaNdikhoyo, waya kubambelela ngeempondo zeqonga lamadini.

1 Yookumkani 2

1 Yookumkani 2:20-29