1 Yookumkani 2:23 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani uSolomon wafunga uNdikhoyo wathi: “Makandohlwaye uThixo nokuba kuqatha kangakanani na, ukuba uAdoniya akafanga ngenxa yeli lizwi.

1 Yookumkani 2

1 Yookumkani 2:16-25