1 Yookumkani 2:17 Ibhayibhile (XHO96)

Waqhuba ke wathi: “Khawuncede uthethe nokumkani uSolomon; akanakwala kuwe. Ndifuna andinike uAbhishagi, intombi yomShunemi, abe ngumfazi wam.”

1 Yookumkani 2

1 Yookumkani 2:16-27