1 Yookumkani 2:15 Ibhayibhile (XHO96)

Waqhuba uAdoniya wathi: “Njengoko usazi ulawulo yayilolwam, uSirayeli wonke ekhangele kum njengokumkani wakhe. Kodwa izinto zajika, ulawulo lwajika lwawela kumntakwethu uSolomon; nto leyo ke yamiselwa *nguNdikhoyo.

1 Yookumkani 2

1 Yookumkani 2:12-22