1 Yookumkani 19:8 Ibhayibhile (XHO96)

Wavuka ke, watya wasela. Oko kutya ke kwamomeleza, waza wathatha uhambo lweentsuku ezimashumi mane nobusuku bazo, wada waya kufika eHorebhe, intaba kaThixo.

1 Yookumkani 19

1 Yookumkani 19:2-18