1 Yookumkani 19:5 Ibhayibhile (XHO96)

Wasuka ke wangqenqa apho phantsi kwaloo mthi wonwele, wasindwa bubuthongo, walala.Kwabonakala isithunywa sezulu, samshukumisa uEliya, sathi: “Vuka, utye!”

1 Yookumkani 19

1 Yookumkani 19:1-7