1 Yookumkani 19:21 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke uElisha wamshiya wagoduka. Wathatha iinkabi ezimbini, wazixhela, wayipheka inyama yazo, ebase ngedyokhwe yazo, inyama leyo wayinika abantu, bayitya. Ke yena wemka walandela uEliya, waba lihlakani lakhe.

1 Yookumkani 19

1 Yookumkani 19:11-21