1 Yookumkani 19:12 Ibhayibhile (XHO96)

Emva kwaloo nyikima ke kwavela umlilo, ukanti ke nalapho kuwo wayengekho uNdikhoyo. Wakudlula umlilo kwabakho impepho ethi sebe-sebe.

1 Yookumkani 19

1 Yookumkani 19:9-14