1 Yookumkani 18:45 Ibhayibhile (XHO96)

Kananjalo ke saxubayela isibhakabhaka, kwavela izibhaxu zamafu amnyama, kwavuthuza nomoya, yaza yagaleleka imvula, yatsho ngezantyala-ntyala; wabe ke yena uAhabhi ekhwele esendleleni egodukayo eya eYizereli.

1 Yookumkani 18

1 Yookumkani 18:41-46