1 Yookumkani 18:40 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uEliya wathi kubo: “Babambeni abashumayeli bakaBhali, kungasindi noba abe mnye!” Ngenene ke babanjwa, waza uEliya wathi makuyiwe nabo kwintili yeKishon, apho wababulalela khona.

1 Yookumkani 18

1 Yookumkani 18:33-42