1 Yookumkani 18:22 Ibhayibhile (XHO96)

UEliya wabhekisa ebantwini wathi: “Ndim ndodwa umshumayeli kaNdikhoyo oshiyekileyo, kodwa ke yena uBhali usenabashumayeli abangamakhulu amane anamashumi amahlanu.

1 Yookumkani 18

1 Yookumkani 18:18-28