1 Yookumkani 17:20 Ibhayibhile (XHO96)

Waza ke wadanduluka wathandaza kuNdikhoyo, wathi: “Ndikhoyo, Thixo wam, ngani ukuba umzisele isithwakumbe esinje lo mhlolokazi ndihlala kuye? Kutheni ukuba umbulale unyana wakhe?”

1 Yookumkani 17

1 Yookumkani 17:13-24