1 Yookumkani 17:18 Ibhayibhile (XHO96)

Wabhekisa kuEliya umhlolokazi, wathi: “Undenza ntoni kodwa, mntundini kaThixo? Ngaba apha uze kundikhumbuza ngezono zam, ubulala unyana wam nje?”

1 Yookumkani 17

1 Yookumkani 17:13-23