Kaloku utsho uNdikhoyo uThixo kaSirayeli ukuthi: ‘Loo ngqayi yomgubo ayiyi kuphela, naloo ndebe yamafutha ayiyi kuphela, yohlala kude kube yiloo mini ayinethisa ngayo imvula uNdikhoyo kweli lizwe.’ ”