1 Yookumkani 16:8 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi ngonyaka wamashumi amabini anesithandathu uAsa engukumkani wakwaJuda, uEla unyana kaBhayesha waqalisa ukulawula kwaSirayeli, waza walawula eTirza iminyaka emibini.

1 Yookumkani 16

1 Yookumkani 16:2-13