1 Yookumkani 16:29 Ibhayibhile (XHO96)

Ngonyaka wamashumi amathathu anesibhozo wokulawula kuka-Asa kwaJuda, uAhabhi waba ngukumkani wakwaSirayeli, waza walawula iminyaka emashumi mabini anambini kwaSirayeli eSamariya.

1 Yookumkani 16

1 Yookumkani 16:22-32