1 Yookumkani 16:26 Ibhayibhile (XHO96)

Wathatha ikhondo likaJerobhowam unyana kaNebhati, wenza kwaeso sono sakhe, walukuhlela amaSirayeli kuso. Ngaloo mifanekiso iphuthileyo yezithixo wawuxhokonxa umsindo kaNdikhoyo uThixo kaSirayeli.

1 Yookumkani 16

1 Yookumkani 16:24-34