1 Yookumkani 16:23 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ngonyaka wamashumi amathathu ananye uAsa engukumkani kwaJuda, uOmri waba ngukumkani kwaSirayeli, waza ke walawula iminyaka elishumi elinambini, emithandathu eseTirza.

1 Yookumkani 16

1 Yookumkani 16:19-26