1 Yookumkani 16:21 Ibhayibhile (XHO96)

Kwesi sithuba ke amaSirayeli ahlukana kubini, elinye iqela lifuna uTibheni unyana kaGinati abe ngukumkani, laye elinye lixhasa uOmri.

1 Yookumkani 16

1 Yookumkani 16:14-26