1 Yookumkani 16:10 Ibhayibhile (XHO96)

UZimri wangena wambetha wambulala, xa kanye uAsa akunyaka wamashumi amabini anesixhenxe engukumkani kwaJuda. Waza ke wathatha indawo yakhe.

1 Yookumkani 16

1 Yookumkani 16:5-17