1 Yookumkani 15:33 Ibhayibhile (XHO96)

Ngonyaka wesithathu kakumkani uAsa kwelakwaJuda, uBhayesha unyana ka-Ahiya waba ngukumkani wakwaSirayeli eTirza, waza ke walawula iminyaka emashumi mabini anesine.

1 Yookumkani 15

1 Yookumkani 15:29-34