1 Yookumkani 15:25 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uNadabhi unyana kaJerobhowam waba ngukumkani kwaSirayeli kunyaka wesibini kakumkani uAsa wakwaJuda. Ke yena walawula iminyaka emibini kwaSirayeli.

1 Yookumkani 15

1 Yookumkani 15:15-34