1 Yookumkani 15:22 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ukumkani uAsa wanika umyalelo kuJuda ephela, wathi wonke umntu makathathe loo matye naloo mithi yayisetyenziswa ngoBhayesha engqinga iRama. Ngezo zinto ukumkani uAsa wakha iGebha kwaBhenjamin kunye neMizpa.

1 Yookumkani 15

1 Yookumkani 15:13-24