1 Yookumkani 15:13 Ibhayibhile (XHO96)

Wamkhiqa unina-khulu uMahaka kwisikhundla sokuba ngukumkanikazi; kaloku yena wayenze isikizi eliyintsika ka-Ashera. UAsa wayigawula loo ntsika, waza wayitshisa kwintili yeKedron.

1 Yookumkani 15

1 Yookumkani 15:11-22