1 Yookumkani 14:3 Ibhayibhile (XHO96)

Xa uyayo ke thatha izonka ezilishumi kunye namaqebengwana nendebe enobusi. Ke yena uya kukuxelela ukuba kuza kuthekani na ngale nkwenkwe.”

1 Yookumkani 14

1 Yookumkani 14:1-5