Ukumkani xa esiya endlwini kaNdikhoyo aba balindi babewathatha la makhaka, baze ke emva koko bawabuyisele kwindlu yabalindi.