1 Yookumkani 14:13 Ibhayibhile (XHO96)

USirayeli ephela uya kuyililela, aze ke ayingcwabe. KwaJerobhowam kuphela kwayo eya kungcwatywa. Kaloku kwindlu kaJerobhowam iphela kukuyo yodwa apho uNdikhoyo uThixo kaSirayeli athe wafumana into elungileyo.

1 Yookumkani 14

1 Yookumkani 14:12-17