1 Yookumkani 12:9 Ibhayibhile (XHO96)

Wabuza kubo wathi: “Nindinika cebiso lini nina? Mandithini ukubaphendula aba bantu bathi: ‘Khawuyenze lula idyokhwe awayibeka phezu kwethu uyihlo’?”

1 Yookumkani 12

1 Yookumkani 12:6-12