1 Yookumkani 12:20 Ibhayibhile (XHO96)

AmaSirayeli athe asakuqonda ukuba uJerobhowam ubuyile, ambizela embizweni, aza ammisela wangukumkani kaSirayeli ephela, yaba yindlu kaJuda yodwa eyasala isephantsi kwendlu kaDavide.

1 Yookumkani 12

1 Yookumkani 12:13-29