1 Yookumkani 12:11 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba ubawo ubenithwalise idyokhwe enzima, mna ke ndiza kuyenza ibe nzima ngaphezulu. Ubawo ebenibetha ngoswazi, ke mna ndonikatsa ngemvubu.’ ”

1 Yookumkani 12

1 Yookumkani 12:7-16