1 Yookumkani 11:20 Ibhayibhile (XHO96)

Loo mfazi ke wazala unyana owathiywa igama elinguGenubhati. Waza ke uTapanes wamkhulisela apho komkhulu. UGenubhati lo ke wakhula nabantwana bokumkani waseJiputa.

1 Yookumkani 11

1 Yookumkani 11:13-24