1 Yookumkani 10:20 Ibhayibhile (XHO96)

Kuloo manqwanqwa okunyuka amathandathu kwakumi iingonyama ezilishumi elinambini, zingambini ziphahle inqwanqwa ngalinye. Enjalo yona into yayingazange yenziwa nakubuphi na ubukumkani.

1 Yookumkani 10

1 Yookumkani 10:12-22