1 Yookumkani 10:2 Ibhayibhile (XHO96)

Wafika ke eJerusalem enehlokondiba lamaphakathi negquba leenkamela, zithwele izinongo, nento eninzi yegolide, namatye axabisekileyo, waza waya kuSolomon, wathetha naye ngazo zonke izinto ezazisengqondweni yakhe.

1 Yookumkani 10

1 Yookumkani 10:1-10