1 Yookumkani 10:17 Ibhayibhile (XHO96)

Wenza namakhaka amancinci angamakhulu amathathu, ngalinye kuwo lityatyekwe ngegolide ekhandiweyo ebunzima bukwisithuba seekhilogram ezimbini. Ke ukumkani wawabeka kwibhotwe elalibizwa ngokuba lihlathi laseLebhanon.

1 Yookumkani 10

1 Yookumkani 10:7-24