1 Yookumkani 10:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani uSolomon wanika ukumkanikazi waseShebha konke awayekunqwenela nawayekucela, nangaphandle kwezipho zakomkhulu. Ke ukumkanikazi lowo ekunye namaphakathi akhe bajika babuyela kwelakowabo.

1 Yookumkani 10

1 Yookumkani 10:9-21