1 Yookumkani 10:11 Ibhayibhile (XHO96)

Iinqanawe zikaHiram zazithwala igolide ziyithatha eOfire, kananjalo nemithwalo yomthi wom-almugi kunye namatye exabiso.

1 Yookumkani 10

1 Yookumkani 10:6-12