1 Yeziganeko 8:5-32 Ibhayibhile (XHO96)

5. noGera, noShefufan, noHuram.

8. UShaharayim wawuqhawula umtshato wakhe nabafazi bakhe, uHushim noBhayara, waya kuma eMowabhi,

9. wathatha uHodeshe, wazala uJobhabhi, noZibheya, noMesha, noMalkom,

10. noYehuze, noSakiya, noMirma. Oonyana bakhe aba bonke baba ziinkulu zezindlu.

11. Ke nomkakhe uHushim wayemzalele uAhitubhi noElipali.

12. Oonyana bakaElipali nguHebhere, noMisham, noShemede lowo wayakhayo iOno kwaneLodi neelali ezizingqongileyo.

13. OoBheriya noShema babeziinkulu zezindlu ezazimi eAyalon zaza zabagxotha abemi baseGati.

14. Kwinzala kaBheriya kukho uAhiyo, noShashaki, noYeremoti,

15. noZebhadiya, noAradi, noEdere,

16. noMikayeli, noIshpa, noYoha.

28. Zizo ezo ke iinkulu zezindlu ezazihlala eJerusalem.

29. Ukhokho weGibheyon wayehlala khona eGibheyon. Igama lomkakhe nguMahaka.

30. Ngokuzana kwabo oonyana bakhe nguAbhedon owamazibulo, ibe nguZure, uKishe, uBhali, uNadabhi,

31. uGedore, uAhiyo, uZekere,

32. noMikeloti owazala uShimeya. Nabo nenzala yabo babehlala eJerusalem ngakwamanye amaBhenjamin.

1 Yeziganeko 8