1 Yeziganeko 8:39-40 Ibhayibhile (XHO96)

39. Oonyana abathathu bakaEsheki, umntakwabo-Azele ngu-Ulam owamazibulo, ibe nguJewushe noElifelete.

40. Oonyana bakaUlam babengamagorha anobuchule kwicala lamatolo. Babenoonyana nabazukulwana abalikhulu elinamashumi amahlanu. Bonke abo babeyinzala kaBhenjamin.

1 Yeziganeko 8