1 Yeziganeko 8:35-38 Ibhayibhile (XHO96)

35. Oonyana bakaMika nguPiton, noMeleki, noTareya, noAhazi.

36. UAhazi wazala uYowada, uYowada wazala uAlemete, noAzemavete, noZimri, waza uZimri wazala uMoza,

37. uMoza wazala uBhineya, uBhineya wazala uRafa, uRafa wazala uElasa, uElasa wazala uAzele.

38. UAzele ebenoonyana abathandathu, amagama abo inguAzerikam, uBhokeru, uIshmayeli, uShariya, uObhadiya, noHanan.

1 Yeziganeko 8