1 Yeziganeko 8:1-8 Ibhayibhile (XHO96)

1. Naba oonyana abahlanu bakaBhenjamin ngokuzana kwabo: nguBhela owamazibulo, ibe nguAshbhele, uAhara,

2. uNoha, noRafa.

3. Oonyana bakaBhela nguAdare, noGera, noAbhihudi,

4. noAbhishuwa, noNaman, noAhowa,

5. noGera, noShefufan, noHuram.

6-7. Oonyana bakaEhude nguNaman, noAhiya, noGera. Babeziinkulu zezindlu zaseGebha, ezo zanyanzelekayo ukuba zifuduke, zaza zaya eMahanati, zikhokelwa nguGera uyise kaUza noAhihudi.

8. UShaharayim wawuqhawula umtshato wakhe nabafazi bakhe, uHushim noBhayara, waya kuma eMowabhi,

17-18. Oonyana bakaElipali nguZebhadiya, noMeshulam, noHizeki, noHebhere, noIshmerayi, noYeziliya, noJobhabhi.

19-21. Oonyana bakaShimeyi nguYakim, noZikri, noZabhedi, noElihenayi, noZiletayi, noEliyeli, noAdaya, noBheraya, noShimrati.

22-25. Oonyana bakaShashaki nguIshpan, noHebhere, noEliyeli, noAbhedon, noZikri, noHanan, noHananiya, noElam, noAntotiya, noIfediya, noPenuweli.

26-27. Oonyana bakaJeroham nguShamsherayi, noShehariya, noAtaliya, noYareshiya, noEliya, noZikri.

1 Yeziganeko 8