1 Yeziganeko 6:65-67 Ibhayibhile (XHO96)

65. Kwizizwe zakwaJuda, nakwaSimon, nakwaBhenjamin bazifumana ngamaqashiso.

66. Ke izindlu ezithile zamaKohati zanikwa iidolophu ezinamadlelo esizweni sakwaEfrayim.

67. Kwiintaba zakwaEfrayim banikwa iShekem (eyayisisixeko sokuphephela), neGezere,

1 Yeziganeko 6