1 Yeziganeko 6:43-47 Ibhayibhile (XHO96)

43. kaYahati, kaGershon, kaLevi.

44. Ikwayara yesithathu ibibhexeshwa nguEtan wendlu kaMerari. UEtan lo ebengunyana kaKishi unyana ka-Abhedi, kaMaluki,

45. kaHashabhiya, ka-Amaziya, kaHilekiya,

46. ka-Amazi, kaBhani, kaShemere,

47. kaMali, kaMushi, kaMerari, kaLevi.

1 Yeziganeko 6