1 Yeziganeko 6:38-42 Ibhayibhile (XHO96)

38. kaIzare, kaKohati, kaLevi, kaSirayeli.

39. Ikwayara enganeno ibibhexeshwa nguAsafu unyana kaBherekiya, kaShimeya,

40. kaMikayeli, kaBhaseya, kaMalekiya,

41. kaEteni, kaZera, ka-Adaya,

42. kaEtan, kaZima, kaShimeyi,

1 Yeziganeko 6