1 Yeziganeko 3:6-10 Ibhayibhile (XHO96)

6. Abanye nguIbhare, uElishuwa, uElifelete,

7. uNoga, uNifege, uYafiya,

8. uElishama, uEliyada, noElifelete, belithoba bebonke.

9. Aba ke ngoonyana bakaDavide, ngaphandle kwabo bamaqadi. Udade wabo nguTamare.

10. Unyana kaSolomon nguRewobhowam; unyana kaRewobhowam nguAbhiya; unyana ka-Abhiya nguAsa; unyana ka-Asa nguYoshafati;

1 Yeziganeko 3