1 Yeziganeko 3:5-14 Ibhayibhile (XHO96)

5. apho wazala oonyana abaninzi khona. Umkakhe uBhashebha intombi ka-Amiyeli wazala uShimeya, noShobhabhi, noNatan, noSolomon.

6. Abanye nguIbhare, uElishuwa, uElifelete,

7. uNoga, uNifege, uYafiya,

8. uElishama, uEliyada, noElifelete, belithoba bebonke.

9. Aba ke ngoonyana bakaDavide, ngaphandle kwabo bamaqadi. Udade wabo nguTamare.

10. Unyana kaSolomon nguRewobhowam; unyana kaRewobhowam nguAbhiya; unyana ka-Abhiya nguAsa; unyana ka-Asa nguYoshafati;

11. unyana kaYoshafati nguYoram; unyana kaYoram nguAhaziya; unyana ka-Ahaziya nguYowashe;

12. unyana kaYowashe nguAmaziya; unyana ka-Amaziya nguAzariya; unyana ka-Azariya nguYotam;

13. unyana kaYotam nguAhazi; unyana ka-Ahazi nguHezekiya; unyana kaHezekiya nguManase;

14. unyana kaManase nguAmon; unyana ka-Amon nguYosiya.

1 Yeziganeko 3