25. UNdikhoyo ke amaSirayeli onke wawenza amhlonela uSolomon, abuthobela phezu kwakhe bonke ubunewu-newu bomntwan' egazi ngendlela apha engazange yenziwe kuye nawuphi na ukumkani kwabakwaSirayeli ngaphambi kwakhe.
26. Ke kaloku uDavide unyana kaJese wayengukumkani kaSirayeli jikelele.
27. USirayeli wamlawula iminyaka engamashumi amane: yaba sixhenxe eHebron, yaza yangamashumi amathathu anantathu eJerusalem.