1 Yeziganeko 27:33-34 Ibhayibhile (XHO96)

33. UAhitofele ebeliphakathi likakumkani. UHushayi umArki wayengumhlobo kakumkani.

34. Emva kokusweleka kuka-Ahitofele uJoyada unyana kaBhenaya noAbhiyatare baba ngamaphakathi. Injengele yomkhosi kakumkani yayinguJowabhi.

1 Yeziganeko 27